Author: Grocott's Mail Reporters

NguTolakele Silo Iphondo leMpumaKapa likhulule iqela lokuqala lolutsha eliqeqeshelwe ukugcina nokuphucula amaziko okusebenzela karhulumente kumsitho ububanjelwe kwindawo yokuqeqeshela amajoni omkhosi eRhini, iSouth African National Defence Force (SANDF) 6SAI BN, ngoLwesine umhla we-12 kweyeKhala kunyaka wama-2018. Le nkqubo yesebe lenkulumbuso ibambisene neSANDF kwakunye neKing Sabata Dalindyebo (KSD) TVET College ijonge ekuxhobiseni ulutsha olungenayo imatriki ukuba lufumane izakhono zokugcina amaziko okusebenzela. Iqala ngolutsha olungama-395, le nkqubo liphulo lephondo lokuphucula lixhobise ngezakhono ulutsha olungama-5 000 kwiminyaka emihlanu. Emva kokuxhotyiswa ngolwazi iinyanga ezintandathu, olu lutsha luza kubekwa ezikolweni, eziklinikhi nasezibhedlele ngeenjongo zokukhusela izinto urhulumente anazo zokuqhuba umsebenzi. “Kuhle ukuba ngonyaka wokugqiba ikhulu leminyaka kukaMadiba…

Read More

By CHRIS TOTOBELA The stage is set for what seems to be a great final in Moscow between Croatia and France. None of the top analysts in the world predicted this final encounter. Le Bleus toppled Belgium in their semi final through an Umtiti goal in the second half, while Croatia crushed the dreams of England in their semi final after an extra time period saw Croatia win 2-1. Although the 1998 champions, who boasts young and well known names like Mbappe, Pogba, Umtiti and Griezman, are overwhelming favourites to lift the cup, it will be a huge blunder to…

Read More

By MATTHEW JENNINGS The Eastern Cape ladies’ rugby side claimed top prize at the SAPS National Rugby Championships for 2018 on Saturday 7 July. The team travelled to Polokwane to face fierce opposition in defending the title after winning the National Rugby Championships back in 2017. After traveling up to Limpopo, the ladies’ first task was to get past an enthusiastic Northern Cape side who were excited to make their mark on the tournament. The EC ladies fought hard and, with their defence standing tall and their attacking play on point, secured their first victory of the tournament, winning 48-0.…

Read More

NguTOLAKELE SILO Beliphuphuma iholo iBB Zondani eRhini ngethuba usihlalo we-ANC wephondo leMpuma Kapa, u-Oscar Mabuyane, esungula iqela lokuqala lamavolontiya ephondo ngomhla wesithandathu kweyeKhala ku-2018. Kumsitho wokufundisa ngomqulu wenkululeko, uMabuyane uchazele abantu ukuba lixesha lokuba umbutho wabo ubasebenzele. “Masingabi norhulumente okwaziyo ukubhatala ooceba kodwa abantu ababhatalwa,” utshilo uMabuyane, ememelela ukuba amalungu asebenzela umbutho wesizwe abeke abantu phambili kuko konke akwenzayo. Lo ngumqulu owamkelwa ngonyaka ka-1955 ngeenjongo zokuqokelela iimo abantu abaphila kuzo ukuze kubekho utshintsho kurhulumente wengcinezelo namanyathelo okuphucula iindlela zokuphila. “Masibhiyozele ukuqulunqwa kwalo mqulu wenkululeko ngokuzinikezela ekulweleni inguqu epheleleyo yoMzantsi Afrika,” utshilo uMabuyane. Echaphazela kumba wokutshintshwa kwegama lale dolophu ibe yiMkhanda,…

Read More

By MATTHEW JENNINGS And then there were four. The FIFA World Cup is in its last week, and France and Belgium, Croatia and England are the only sides that remain. France and Belgium have twice met in the World Cup, the first time being back in Round One of 1938 where the French secured a 3-1 victory. The latest encounter in a World Cup saw France win 4-3 on penalties in 1986 in the 3rd/4th playoff. Now, these two sides meet for a place in the World Cup Final of Russia 2018, to face either England or Croatia, for the…

Read More

By: MATTHEW JENNINGS When hosts Russia scored five goals to overcome Saudi Arabia in the opening game of the 2018 FIFA World Cup, we knew we would be in for a treat. Suddenly, they find themselves in the quarterfinals of the tournament, while dominant nations such as Spain, Germany, Portugal and Argentina have all bowed out. This gives reason for teams unlucky in the past like England, Brazil, Belgium and Colombia to now dream and live on in hope that their tournament could bear more meaningful fruit. The group stages were special with many spectacular goals scored, many heartbreaks, excitement…

Read More

NguTOLAKELE SILO Umbhali owaziwayo noyintshatsheli yoncwadi, uNjingalwazi uNcedile Saule ungomnye wabantu abasungule incwadi entsha kumnyhadala weLit-Fest, nevulwe ngokusesikweni ngumphathiswa uBulelwa Tunyiswa ngomhla wesibini kweyeKhala ku-2018 e-1820 Settler’s Monument, eRhini. Incwadi yakhe uLibambe Lingatshoni, uyichaza njengencwadi yothando edibanisa izinto ezimbini: iingxaki zomzi kwakunye nomba wokuphucwa kwabantu umhlaba wabo. Phambi kokuba aqalise ukuthetha ngencwadi yakhe uSaule, ucebise ababhali ukuba mabafune uncedo ekubhaleni kwaye bathathe ixesha labo ukubhala incwadi ukuze bavelise umsebenzi onambithekayo. “Le ncwadi indithathe iminyaka eli-10 kodwa ndiyibhale nje kwinyanga ezintathu sele zimbini iincwadi endazibhalayo zapapashwa phambi kwayo.” “Umlinganiswa oyintloko, uZithembile umfo wasemaZotshweni, utshata sele emdala nenkosikazi enguMthikazi. UMthikazi lo unembali…

Read More

YAMKELA KOTI and SUE MACLENNAN An icy wind was blowing outside during an official hand-over of stock and SMME funding to Tyson Tyre Service in Grahamstown/ Makhanda on Friday 29 June – so when owner Tyson Dyakala spoke afterwards about wanting to provide a comfortable place for hungry people to sit and eat soup and bread, it wasn’t hard to understand why. Officials from the district and local municipalities gathered at the busy premises to hand over 90 tyres, and formally acknowledge a R10 00 capital injection for the thriving business in Raglan Road. The stock and the capital came…

Read More

NguTOLAKELE SILO “Lixesha lokunyusa iilwimi zethu,” uyivule ngamazwi atshoyo iLit-Fest umphathiswa wezemidlalo, ubugcisa nenkcubeko eMpuma Kapa, uMam’uBulelwa Tunyiswa ngomhla wesibini kweyeKhala ku-2018 e-1820 Settlers Monument eRhini. ILit-Fest, nebikade isaziwa nje ngeWord-Fest, ngumnyhadala wokunyusa ukusetyenziswa kolwimi kuncwadi, imibongo neminye imisebenzi yezenkcubeko. Lo mnyhadala, uluncuthu kubathandi benkcubeko, uqulunqwe ngeenjongo zokukhuthaza ukufunda kwakunye nokubhala ngeelwimi zesiNtu eMzantsi Afrika. Lo mnyhadala uthiywa ngokutsha ngonyaka amaqhawe aseMzantsi andulukayo, utat’uNelson Mandela kwakunye nomam’u-Albertina Sisulu egqiba iminyaka elikhulu. Unjingalwazi uNcedile Saule, nobesisithethi sosuku kulo mnyhadala uthe, “funeka abantu bazinike ixesha lokuzifundisa ngalamaqhawe.” USaule nokholelwa ukuba la maqhawe ayezibethelele ekuqinisekiseni ukufundwa kobuNtu ngabantu, ubethelele ngakumbi kumba wokukhuthazwa kwabantu…

Read More

NguCHRIS TOTOBELA Imozulu entle ebizole nasebukhweni bezinja ivumele abalandeli baphume ngobuninzi babo ngethuba bekugqityezelwa itumente yeXI Attackers eqale kwiiveki ezimbini ezidlulileyo. Le tumente idlalwe ngamaqela alishumi, arholise ngamakhulu amahlanu iqela ngalinye. Lamaqela aye ohlulwa kubini amahlanu kwicala ngalinye. Amaqela aphezulu amabini kwicala ngalinye aye adlulela kwimidlalo eyandulela amagqibela kaNkqoyi. IMaru ibethe oosotheko kwiipenaliti ngamanqaku amane kwamabini emva kokubambana ngenqaku elinye macala kumdlalo obunzima kakhulu. Komnye umdlalo ISakhulutsha ibethe iSinqawunqawu ngenqaku elinye eqandeni. Kumdlalo wokubanga indawo yesithathu iSinqawunqawu ibethe iAttackers ngamahlanu kwamane amanqaku emva kokuba uphele umdlalo benkonye iqanda macala. Kumdlalo wamanqam iMaru idibene neSakhulutsha. Lomdlalo uqale ngesantya esiphezulu kakhulu, omabini…

Read More