Author: Grocott's Mail Reporters

NguTOLAKELE SILO UTsepiso Nzayo, oyinzalelwane noliqhula elaziwayo apha eRhini kunye noMuthumini Managa, ongumfundi kwiYunivesithi yaseRhodes bebephakathi kwamawaka eembaleki kumdyarho weComrades Marathon ngeCawe, umhla we-10 kweyeSilimela 2018. IComrades Marathon, nekunyaka wama-93 kulo nyaka, ngumdyarho obalekwa ngabantu rhoqo ngonyaka ukusukela ngonyaka we-1921. Iimbaleki ziye zibaleke ixesha elingadlulanga kwiiyure ezili-12 ubude, ukusuka kwidolophu yasePietermaritzburg ukuya eThekwini, eNatali. Lo mdyarho, nongowona umkhulu kwaye umdala elizweni jikelele, uziikhilomitha ezingama-87 ukuya kwezingama-91. Abantu abathatha inxaxheba kulo mdyarho ngabakhe baphumelela umdyarho weekhilomitha ezingama-42, 2 nangaphezulu ubude kwiiyure ezintlanu, beneminyaka engama-20 ukunyuka. Kulo mdyarho, iimbaleki kumele zidlule ngexesha elibekiweyo kwiindawo ezithile ukuze zibe nako ukuqhubeka nomdyarho. “Awekho maninzi…

Read More

By: CHRIS TOTOBELA On Sunday 10 June, football fans came in numbers to witness the Makana LFA decider between City Pirates and second placed Jacaranda Aces. Pirates came into this game with a three points lead over Aces but Aces had a better goal difference. Both teams came into this game highly motivated after their Saturday performances, as Aces thrashed Riebeck City, who were unbeaten at home, by 6-0 while Pirates came from 0-2 down to beat Sophia stars 3-2 in a five goal thriller. The decider started at a blistering pace with Pirates getting the first clear chance of…

Read More

By TOLAKELE SILO Grahamstown’s known comedian, Tsepiso Nzayo and Rhodes University student, Muthumini Managa we amongst thousands of runners who ran the Comrades Marathon in KwaZulu-Natal on Sunday, 10th June. The Comrades Marathon, which is in its 93rd year, is an ultramarathon run annually since 1921. Participants of the race run approximately 89-91km within 12 hours, from Pietermaritzburg to Durban. The Comrades Marathon is the world’s largest and oldest race, with participants over the age of 20 years. Runners have to have successfully ran a 42,2km race in five hours to qualify for the Comrades Marathon. Taking part of the race,…

Read More

By MATTHEW JENNINGS Four years after Brazil hosted the World Cup, where Germany were crowned champions, all eyes are now on Russia where 32 Footballing Nations will fight it out for the greatest honour in world football. Thursday 14 June will see the hosts take on newcomers Saudi Arabia in the tournament’s opening game before the other two members of Group A, Uruguay and Egypt, lock horns on Friday. The African side is making their first appearance in 28 years and will hope that talisman Mohammed Salah will be fit and ready to play after he recently sustained an injury.…

Read More

By CHANEEZ SIAS The afternoon of Friday 1 June brought with it a cool chill in the air, when Graeme College hosted Dale College at the Rhodes University’s Prospects Astro Turf. The First teams from both schools liked to put on an entertaining hockey fixture in front of the enthusiastic spectators. After some initial play with the ball, showing spectacular skip, Graeme were unlucky not to score in the opening five minutes of the game  Dale used their counter attack strongly, however neither team managed to dominate in either territory or possession in the first half. Despite some back and forth…

Read More

NguCHRIS TOTOBELA Abalandeli bebhola badele ingqele ibiqhaqhazelisa amazinyo bafika bezokubukela imidlalo ibiqhubeka eJD Dlepu Stadium ngempelaveki. NgoMgqibelo iNewseekers itsalele iSophia Stars engakhange ifike ebaleni, logama yona iLove and Peace ibethe iNewtown City ngamanqaku amabini kwelinye. IJacaranda Aces itywatyushe iMakana Pillars kabuhlungu ngamanqaku amahlanu kwelinye. NgeCawa iSophia Stars itsalele iNewtown City engafikanga, yaze iJoza Callies neJacaranda Aces zabambana ngembande yesikhova. Kumdlalo wamagqibela kaNkqoyi, iCity Pirates ekhokelayo okwangoku kwiMakana LFA ibijongene nqo neYoung killers. Umdlalo uqale kakuhle kakhulu omabini lamaqela efunza edabini efuna ukonzakalisana. Omabini lamaqela afumene amathuba kodwa kwanzima ukuwasebenzisa. IPirates yophise kuqala emva kwebhola entle egotywe kwiphiko lasekunene yafika uMalibongwe…

Read More

By: MATTHEW JENNINGS The oldest Football Club in the Makana LFA, the Eleven Attackers FC has had a long and storied history the the Grahamstown soccer scene. Now, they are looking to empower the youth in and around Grahamstown through soccer. The Club Manager, Vikie Platyi, and Club Secretary, Afika Adam, compared their clubs history with that of Liverpool FC in England, in that it is long, passionate, and full of ups and downs. Established in 1975, Eleven Attackers has had their fair share of rivalries around town and throughout the Eastern Cape. The team play in the local Makana…

Read More

By CHANEEZ SIAS The afternoon of Saturday 2 June saw Kingswood College (KC) Boys First rugby team play host to Ithembilihle from Port Elizabeth. Kingswood Second team then faced off against the Mary Waters High boy’s First rugby team. Kingswood firsts dominate proceedings against Ithembelihle, particularly during the first half. The opening ten minutes of the match saw Kingswood secure three effortless tries which took them up to 19-0. The hosts’ communication was on point at all times as the team made use of the wide channels and exceptional teamwork to secure a number of tries. Kingswood ran out to a massive 46-0 lead…

Read More

NguCHRIS TOTOBELA Kwezi mpelaveki zimbini zidlulileyo ibe mbalwa kakhulu imidlalo xa kuthelekiswa nendlela ebekukade kuyiyo. Okokuqala ileague yeSAB ivalile kodwa ke eyona nto ebenegalelo elikhulu kulemeko kukunqunyanyiswa kwamaqela athile kwi-league yeMakana LFA. ICameron, Golden brothers, Grahamstown united, Santos neShining stars zinqunyanyisiwe emva kokuba zitsalelwe imidlalo eliqela. Umphathi welinye lala maqela anqunyanyisiweyo ongafunanga ukuchazwa kuba esoyikisela ukuxhatshazwa uthe “ewe sinqunyanyisiwe kodwa ndicinga ukuba ngowuphethwe ngcono kakhulu lo mcimbi ngabaphathi. Zininzi izinto ezibalulekileyo bebenokuqala ngazo ezinjengezi, umgangatho ophantsi wooSompempe, ukuhla kwezinga lebhola, ukudlala kwabadlali bephantsi kweempembelelo zotywala nezinye iziyobisi. IRiebeck City itsalelwe izihlandlo ezininzi nayo kodwa abenzi nto ngalonto, uyicacisa njan lonto?…

Read More