Author: Grocott's Mail Reporters

NguCHRIS TOTOBELA Bekukhala ibhungane kwibala laseJD Dlepu kule mpelaveki esisuka kuyo nanjengoko imidlalo yalapha ekhaya iye yanqunyanyiswa. Umbutho olawula ibhola ekhatywayo kuMzantsi Afrika uphela, uye wakhupha isibhengezo sokunqunyanyiswa kwemidlalo kweziveki zimbalwa zidlulileyo. Oku  kwenzeka kanye xa ukhuphiswano lwendebe yeAbsa kwiPSL lufikelela kuvutho ndaba. Iintshatsheli ezikhuselayo iMamelodi Sundowns iye yawucutha umsantsa ovulwe liqela elikhokelayo iKaizer Chiefs ngamanqaku amane kuphela. Izimvo zabalandeli nabathandi bebhola balapha eMakhanda ziyabethabethana ngomakwenziwe yiPSL ngalengxuba kaxaka ebangelwa yile ntsholongwane yeCovid-19. Abalandeli bamaKhosi banqwenela ukuba le ntshinga yePSL inikezelwe kubo nanjengoko bephale phambili ithuba elide kwaye kukhangeleka ngathi kunganzima ukuba igqityezelwe le midlalo imbalwa ishiyekileyo. Bona ke abalandeli…

Read More

NguCHRIS TOTOBELA Eli lixesha elinzima kubadlali balapha eMakhanda nanjengoko bechitha ixesha elinizi behleli emakhaya. Oku kwenzeka emveni kokuba urhulumente eye wayalela abantu ukuba bazivalele emakhaya kwiinzame zokuqhubisana nokusasazeka kwe ntsholongwane ye Covid19. Zininzi izinto umntu anokuzenza ngelithuba esahleli ekhaya ukuzama ukugcina umzimba usempilweni. Amagqiyazana eAfrican Connection nawo asabele kweli khwelo lika rhulumente kwaye alandela yonke le miqathango ebekiweyo, akwasebenzisa elithuba ukuzilolonga ngeentshukumo zemithambo ezilula kakhulu ezenzelwe wonke ubani ukuquka nabo sele bekhulile abangadlaliyo. Nazi ezinye izinto ezilula nje onokuzenzela ekhaya. 1. Ukujikeleza ukhawuleza apha phakathi kuwe eyadini ungakhange ube kanti uphumele ngaphandle. (Imizuzu nje emihlanu ubuncinane) 2. Ukutsiba ugqaphu imizuzu…

Read More

By NASI HAKO A local teacher has been the bridge for a group of parents at Auburn House Montessori School in Cape Town to reach out out to the children at Holy Cross School here in Makhanda. The Cape Town parents recently donated more than 50 books for 15 children in Grade 5 to take home and enjoy. For many of them, it was the first time they’d owned a book. Sibulele Magini, a Grade 4 and 5 mathematics, history and English teacher, started teaching at Holy Cross, around 8km west of Makhanda on the Highlands road, at the beginning of…

Read More

By CHRIS TOTOBELA Last Saturday, SAB league strugglers City Pirates hosted mid-table United Eleven from Bathurst in a very tough and exciting encounter. A huge crowd gathered at JD Dlepu stadium to witness this clash. Both teams started very well, taking the game to each other, but it was the visitors who seemed to settle much quicker. Pirates’ goalkeeper was called into action very early on in the game and he made some breathtaking saves to keep the score level. Pirates grew slowly into the game and started spreading some nice and effective passes which gave  United’s defenders a lot…

Read More

By CHRIS TOTOBELA The Makana LFA has followed in the footsteps of their mother body SAFA and suspended all their football activities. This news was confirmed by Makana LFA General Secretary Akhona Heshu and a statement was also released via their Facebook page. This follows the global pandemic of Covid-19 which has led to the suspension of many sporting activities throughout the world. This was a wise move by the local football authorities who have also given much-needed information to their members on how to keep safe from this virus. All football-related activities have been suspended until further notice. Top…

Read More

GROCOTT’S MAIL REPORTERS Only authentic discussion among Makhanda’s residents, business owners, officials and councillors will make it possible to take the next step forward in putting technical projects on the ground to create employment and improve the quality of life for people in Makana, says head of Local Government Support at Kagiso Trust, Paul Smith. Kagiso Trust is a development agency with its origins in the mid-80s, under successive states of emergency. At that time, Kagiso supported existing development initiatives as part of the broad anti-apartheid struggle. Post apartheid, the organisation shifted its focus to developing capacity in education and…

Read More

NguCHRIS TOTOBELA Ingqatsini yelanga ebikhupha iintlanzi emanzini yenze kwanzima kakhulu kwimidlalo yempelaveki  yeMakana LFA. Kwimidlalo yoompondo zihlanjiwe iJoza Callies ibhaxabule iNewtown City ngamanqaku amane eqandeni, logama iJacaranda Aces ibuye sele irhuqa ngasemva ngamanqaku amathathu eqandeni yabetha iGrahamstown United ngamanqaku asixhenxe kwamahlanu. IAttackers enkqenkqeza phambili kumanqwanqwa eMakana LFA iyibethelele indawo yayo ngethuba ibetha iNew Seekers ngamane kwamabini. ISophia Stars ibambene ngenqaku elinye macala neCameroon yaze yona iYoung Eagles yavuthulula iLove and Peace ngamanqaku amane eqandeni, logama yona iRhodes ibethe i6Sai ngamanqaku amabini kwelinye. Kuqale  olunye ukhuphiswano oluzakutsala umdla wabathandi bebhola. Olukhuphiswano lolwabadlali abangaphantsi kweminyaka elishumi elinesibhozo. ISophia Stars ivule kakuhle ngethuba…

Read More

By CHRIS TOTOBELA Last Saturday the Rhodes University women’s team hosted African Connection at King Field. This game was played in unbearable heat that forced both teams to slow down and let the ball do the running. Both teams were very brave to play in that heat and it was no surprise to see the ref shortening the game time. The game started with the home side trying to push forward and put Connection under pressure as early as possible. Connection’s defence stood firm and dealt with every attack that Rhodes brought to them. Amakonokono soon found their feet and…

Read More

By CHRIS TOTOBELA Our very own Makhanda based SAB regional league participants experienced mixed fortunes last weekend in their respective fixtures. On Saturday Maru locked horns with Manchester United of Alexandria in an end to end encounter that kept the fans on the edges of their seats. They played a competitive and exciting two-all draw, with Masixole Solomon and Akhona Nquma scoring for the home side. Zolani Sonandze and Nkululeko Mbembe netted for the visitors. Makana Pillars had a bad weekend, as they lost  both of their fixtures. First they lost to Mighty Forest from Port Alfred 3-2 and then…

Read More

NguCHRIS TOTOBELA Bekushiyana oomama ukondla kulempela veki esisuka kuyo kwimidlalo yeMakana LFA koompondo zihlanjiwe. Imozulu ebizole kamnandi ibangele ukuba baphume ngobuninzi babo abalandeli bebhola bezokuxhasa amaqela abo ohlukeneyo. NgoMgqibelo iNewtown City idlale ntanganye ngenqaku elinye macala neNew Seekers, logama yona iAttackers ethe ngcu phezulu kumanqwanqwa olukhuphiswano itsalele iCameroon engakhange ingene ebaleni. NgeCawa iJoza Callies ethande ukutyhila kwelinye iphepha mvanje ibhungce ngezika Sibi ngethuba ibetha iRhodes edlala kakuhle, kodwa eye ithande ukubaxa indlela abanikana ngayo ibhola nabayigcina ngayo, ngamanqaku amane kwamathathu. Lomdlalo uphantse wamoshakala nanjengoko abadlali bebethande ukuphathana gadalala bedlalana rhabaxa kwaye bentlontana naxa sele omnye engenayo nalobhola. Idanyana lamanzi kufutshane…

Read More